Kuqala
uza kundincedisa
mqhwabeleni izandla
mandinamkele
inkqubo yethu
niza kufumana
imithetho ilula
kukho 
basichazela
kwixesha elifutshane
yena nomhlobo wakhe
iintsuku ezisixhenxe
ixabisa
ezandleni
ekhaya siza kuninika
nothi nibhale khona
niyithumele kuthi
sobe size kuyo
bathatha inxaxheba
igama lenkqubo lithini
andiniva
Khanitsho
ungubani wena
kuphi apho
ndiyalazi ela cala
sine Team 
kweli cala
ungubani wena
wena sisi
Imnandi
abantu base 
babe khona
siza kudlala
ixesha lifutshane
nikhawulezise
lilonke
uphendule umbuzo
le nto uyibonayo
masitshone apha kuni
 niyabona imonitor 
kufuneka nisixelele
ukuba nibona ntoni
ukhawulezise
yintoni leya
ixesha
bancediseni
masiyibone xa iphelele
basabethile
enye 
khe sive
boqhuba njani
 nantsi imonitor 
 uTeam A unantoni 
ezandleni kulo ndawo
sibambe apho
nantsi imonitor
khanisichazele
nibona ntoni
naliya
kulungile ke
masiyibambe apho
anindanelisi
kwakhona
bafumene intoni
natsho kamnandi
uyabona ke
xa kulapho
uSis'Tiny kulapho
aza kungena khona
siza kujonga
ziintoni
into oza kuyenza
kufuneka uyimpampathe
uyaqonda
usixelele
ukuba yintoni
ungayityhili
khawuyiveze
ezandleni kulo udawo
uyikhawulezele
andiniva
uyabona ke ugoku
ndinomsindo
yi qha eninayo
xa engenisa la nto
niza kuyimpampatha
ungayivezi
de nditsho
yiveze
khanimpheni izandla
khaniqaliseni
ukusukela ngoku
masiyibambe apho
khawuyiveze
Siyibambe apho
uyabona ke ugoku
kufuneka sibaphe
bafumana ntoni
sithini isikoro sabo
andiva
uyaqonda ukuba
anisohlulanga kakhulu
uyabona ke
nihamba kakuhle
nto zakuthi
xa kulapho
phaya emakhaya
kukho igama
 apho kwimonitor yakho 
sichazele
yintoni le uyibonayo
ligcwalise
elo gama
siyibambe apho
uyabona ke ngoku
kufuneka sibaphe
bafumana utoni bona
 sithini isikoro sabo 
andiva
izandla kulo udawo
uyaqonda ukuba
anisohlukanga kakhulu
uyabona ke
nihamba kakuhle
nto zakuthi
xa kulapho
phaya emakhaya
kukho igama
 apha kwimonitor yakho 
sichazele ke
yintoni le uyibonayo
ligcwalise
elo gama
yibhale
yonke loo nto
zibhale zibe ninzi
yibhale
yonke loo nto
zibhale zibe ninzi
makhe siye
kwakhona
uyabona 
niyadibana kulena
kukho into
ezotyiweyo
phaya
uza kususa
ibe nye ngexesha
kufuneka nichaze
uyalibona ela qhosha
ulicofe
usixelele
ubona ntoni
masiqale
lowo ukhawulezileyo
iya kuye imali
wayisusu ngendlela
ucinga yintoni Team A?
uthini Team B
masiyibambe apho
lithini ela nani
siyeza kuni
uza kujonga phaya
Esixelele into oyibonayo
nantsiya imonitor 
masijonge
sixelele yintoni
ukhawulezise
masibukele
bafumana ntoni
masijonge
nant si imonitor 
yintoni leya
masiyibambe apho
igama lenkqubo lithini
masiphinde sininike
elinye ithuba
nemali seyinyukile
ezandleni
abaphumelelayo
siyavuyisana nani
niphumelele
baza kufumana
ola hambo
lusinga eDurban
phezu koko
iintsuku ezisixhenxe
valelisani ekhaya
Bulisani Team B
Sobonana kwixesha elizayo

